Yesu Wena UnguMhlobo by Joyous Celebration music mp3 gospel + lyrics

Lyrics
Yesu wena unguMhloboUMhlobo womphefumloNdiza kuwe undincedeUncede le ntliziyo
Yesu wena unguMhloboUMhlobo womphefumloYesu wena unguMhloboUMhlobo womphefumlo
Ndiza kuwe undincedeUncede le ntliziyoNdiza kuwe undincedeUncede le ntliziyo
Ndiza kuwe undincedeUncede le ntliziyoUncede le ntliziyo

Themba limbi, andinaloEndingabamba lonaNqaba yimbi, andinaloEndingangena kulo

Nqaba yimbi, andinaloEndingangena kuloEndingangena kulo

Amen, amen, amenAmen, amen, amenAmen, amen, amenAmen, amen, amen
Nqaba yimbi, andinaloEndingangena kuloEndingangena kulo
Nqaba yimbi, andinaloEndingangena kuloEndingangena kulo

Related Posts

Leave a Reply

Your email address will not be published.